


Kwabaninzi ukusebenza njengomongikazi llyure ezinde
neziyind!n!sa kunokwanela. Akunja!o ngoMfundisi
uEtheldredah Mthembu. Wafuna okunik umdla ukuze xa engaphangelanga onwabe, waza wafumana uxolo novuyo
epu!pitin!.
Usemsebenzini. Ikhola ithathelw indawo yiyunifomu yobongikazi ngoku uMfundisi Mthembu unguMongikazi Mtliembu. Kunye naye nguSista Wendy Memela beshikixa ngocwangciso lomsebenzi.
Uxuba Ezempilo
NeGospile
















































U
 MONGIKAZI nomfuyidisi uEtheidredah Zanete Mthembu uyazazi apho akhoyo kuba akazange alibale imvelaphi yakhe. Xa ethetha ngencliela akhula ngayo ubatisa iingxaki ajamelana nazo ukuze abe ngulo mntu anguye. Kwindawo endakhuleia kuyo zazinqongopheie izikolo, sasihamba imigama emide ukuya esikolweni. Phofu ke, nabazati bam babengenazintsiba zakuhlawuleia iimfuno zam zesikoto. utshilo.
Uzatelwe eNanda kufutshane naseThekwini. UEtheldredah wafunda amabanga aphantsi kwisikolo salapho de waphela kwibanga lesi-5. lBanga iesi-6 uiifunde eohlange laza elesi-7 walifunda eNanda Mission. Akupasa iBanga Iesi-7 kwafuneka ayeke esikolweni ayokuphangela. Wafumana
isithuba sokuba ngumongikazi oncedisayo eJHB, kodwa wathi kuba esanxanetwe imfundo, waphangela emini aze afunde kwisikolo sasebusuku de wapasa ibanga le-9.
Kodwa ngalo lonke elo xesha ndandisesejohannesburg, qho kufika umntu ondicela ndimbhalete okanye ndimfundele ileta ndandikhumbula imeko ebuhiungu yabantu basezilalini. Kwakundikhumbuza ngemeko yam ndisengumntwana nangendlela ekwakunzima ngayo ezilalini ukuya esikotweni.
Oko kwambangela uEtheldredah emke ejohannesburg abuyele ezilalini ayokufundisa. Ndandizimisete ukwenza igalelo, kungakhathaliseki ukuba lincinane kangakanani ukuze abantu abaninzi bakwazi ukubhalela
iintsapho zabo xe bephangela ezidolophini, bakwazi nokufunda imiyalelo yokuseia amayeza nto teyo enokuba yingozi xa umntu engaboni nkqu nokuba igama elithi iTyhefu (poison) Iibhalwe bomvu kwileyibheti, utshilo.
Wafundisa unyaka omnye eCorinth Schooi eMzimkhulu. Emva koko uye wasondelela kowabo, wafundisa eMaoti eNanda iminyaka eli-12. Ngoko noko imeko kwezemfundo yayibuphucuka. Zazizininzi izikolo neetitshaia. Oku kwandibangela ndiyeke ukuba yititshala ndizingele ndawo yimbi esasileta emva. Ndayifumana kwezempilo. UEtheldredah uqeqeshwe nengomongikazi eClairwood Hospital ngoku usebenza eking Edward Vlll Hospital.







30 BONA XHOSA - September 1997


U l(umkuii
Mswti 111
Utshate In kosi kazi
yesiHlanu
ekumkani nokuba ayikho kuzo eyakhe
yaxhentsa njengaye.
lmbalasane yato mtshato kuxa umtshakazi nabakowabo bexhentsa phambi komyeni, amakhosikazi eKumkani amane kwanamatungu osapho lwasebukhosini olusuka KwaNdebete naKwaZulu.
Kwanokumkani uMswati uthe khwasu
waxhentsa kunye nomtshakazi wakhe
phambi kwesihtwele esinemincili.
Le kumkani eselula kwanekumkanikazi bakwahtokomise isihlwele xa bebonise ubuchule babo bokuxhentsa umxhentso wakwantu. Le mpelaveki enik umdta ipheie ngokuba umtshakazi anike ikumkani umhlambiso (isipho) 




Oku kokweKumkani ... kuvela kwinkosikazi yakhe .
esandul ukuyitshata.



Umthinjana wongeze omnye umba!a kwe!i theko.
v











u Wiiiie Bokala yincutshe yentathel! -akangomntu okhawuleza acaphuke Kodwa kutshanje ubekhathazeki!e kuba ukufowunelwa llpolisa kumbangeie wasuka buphuthuphuthu eJohannesburg esiya eBloemfontein, akufika wafumanisa ukuba yimpazamo le abizelwa yona. UINGOAPELE MADI uyabika. Kufote uLUCKY NXUMALO.

UW1IIIe Bokala wakwaBonauthi:
Besibonisa nje le ntwazana3 zisuka
nje ndaphawula ukuba ayifani tu
no Veronlsha.







IMPAZAMO
I ENKULU
AMAPOLISA


U
 MHLELI weBona uDaizer Mqhaba eseThekwini uvakele enemincili xa ebefowunela uWitlie. WiJlie, ndifowunelwe ngamaPolisa aseBotshabelo eBloemfontein. Athi atifumene iwete etitahiekileyo obubhale ngato! UWiIlie uye wee khwasu kwisihlalo ahleli kuso.
Eli wete
lilahlekileyo nelifunwayo nguveronique Adams waseEldorado Park nelaveta kwiBONA kajutayi. UVeronisha oliwete lakhe nonina uEunice Adam bacenge abafundi beBONA babafunise uveronique. Eli wele tabiwa Iinenekazi elathi Iiqeshiwe phambi nje kokuba la mawele abhiyozele umhla wawo wokuzalwa eminyakeni elithoba edlulileyo.
lngekapheli neveki Ie ushicilelo IweBONA kaJulayi tuthengiswa, uthite waxeteta ipolisa

Uveronisha Adams omncinci (ekunene)
akazange alufihle
udimazeko Iwakhe akufumanisa ukuba
Ie ntwazana
ikufutshane naye
ibingelowele lakhe
ela!ahleka.
Umfanekiso
,kuchaza konke.
eBloemfontein ngtqaku elikwiBONA waza watatha intwazana eneminyaka elithoba kuloo mmandta ifana neli wete Iibiweyo. Amapotisa aqatisa ukufanisa aza abona ukuba le ntwazana iyafana ncam nateyo ikwiBONA, arhiwula umama wate
ntwazana ongakrokreti-nto amncina aza agqiba
nqokumvatela! Umntwana wakhe wagcinwa,
wakhathalelwa lipolisa











4Amawele afanayo? Unotshel Kodwa ke amapolisa aseBotshabelo ebecinga ukuba aphumelele.


ezimbini uBokala wangena endleleni ephetekwa ngumfoti uLucky Nxumalo, uEunice Adams, uyise wewele uBoikie noVeronisha. Bakufika apho baya kwisikhululo samapolisa eBotshabelo, baxelelwa ukuba sekuhlwile nale ntwazana seyitele. Ngengomso baxelelwa Ielinye ipotisa etingumhloli ukuba uphando Iuphelile nokuba eli wele Jilahtekiteyo lifunyenwe.
UBokala esityebisela uthe:
Bakusibonisa le ntwazana ndaqonda zisuka nje ukuba ayifani tu noVeronisha. lnde, intsundu neenwele zayo zimfutshane, ziphothekile, ingayelete tu kuVeronisha. Abakwa-Adams bakhawuleza bakukhaba oku. Ndakhawuleza ndakubona ukuphoxeka kubuso babo. Amathemba abo akhawuleza anyamatala. Kudimazeko lwabo yongeza nomnqweno ebebenawo kolu hambo (ude notuyindinisa besiya eBloemfontein.




UNksk Eunice Adams ekunye noVeronisha.
Uphando ngo Veronique lusaqhubeka.
BONA XHOSA - September 1997 33

Phezu koku, kukubanjwa obekungafuneki kwenenekazi elimsulwa. Ngamany amazwi ndizibuza ngobunjani bomsebenzi waba bacuphi. Emva kokuba olu sizana lwenenekazi tuchithe iintsuku eziseleni bafumanisa ukuba lamnikwa ngokusemthethweni 10 mntwana ngenxa yoonontlalo-ntle abangenelela kuselithuba. Kundiphathe kakubi oku. utshilo uBokala ebonakala enomsindo.
Zisuka nje emva koku uBokala uye eMerika, engumntu okhathazekileyo. Malunga noDaizer Mqhaba, uye wahleka xa ekhumbula okwathethwa ngumphandi weli tyala esithi:
4Ntate, nyhani nyhani siqinisekile ukuba (ilo, ipolisa lamqinisekisa njalo uMqhaba.
Okweeminyaka bendilipolisa. Endithetha ngako ndiyakwazi!
UMqhaba uthe akulifowunela emva kwale mpazamo, eli polisa tathi: Yee, Ntate... uyazi iind(ebe zayo zifana ncam, ngasemva nangaphambili ulilo ehIeli. Bendiqinisekile ukuba Iilo!
Okwangoku usapho
lwakwaAdams tubone omnye umntwana phaya eBotswana ongathi nguveronique. Ngaba nguye? 









nosapho Iwalo. Akuba enjenjalo aqhagamshelana neBONA.
Ndandicinga ukuba ayayazi into athetha ngayo. Lo mfo owandifowunela ngumanqanqa wepolisa elingumhloli. Uthe mandithumele intatheli, ize nabazali beli wele kunye nelinye iwele zisuka nje kuba abanakulivalela umlibe eli nenekazi Iikrokretwayo, utshilo uhleli weBONA uDaizer Mqhaba.
Zisuka nje uMhleli wawunika
uBokala lomsebenzi. liyure nje
26 BONA XHOSA - September 1997

32 BONA XHOSA - September 1997

